Archives


Presentation of Report of Portfolio Committee on Rural Development and Agrarian Reform

Nomvano Zibonda

Taking legislature to the People Elliotdale, Amathole District Municipality 18 October 2018 Mandithathe elithuba kuSomlomo, Sekela Somlomo, InkuluMbuso yephondo, amalungu esigqeba sorhulumento, amalungu endlu yowiso-mthetho ngokubanzi, iinkokheli zomthonyama (iiNkosi neeKumkani zezwe lakowethu), OoSodolophu abakhoyo kunye nooCeba bonke, abasebenzi, abahlali kunye nabemi baloMaspala weAmathole. Somlomo mandiqale ngokugxininisa ukubaluleka kweli sebe lezolimo nophuhliso lwamaphandle. Endleleni eza apha khange ndibone nenye ifactory okanye umgodi. Ulimo ke lithemba eliphambili kuba ludlala indima enkulu kakhulu …


Read More