Archives


Intetho yokubhiyozela iminyaka eliwaka ka Mama uSisulu noTata uMandela.

Nomvano Zibonda

Ndiyabulisa kuSomlomo, Sekela Somlomo, InkuluMbuso yephodo, amalungu esigqeba sorhulumento, amalungu endlu yowiso-mthetho ngokubanzi, iinkokeli zomthonyama, OoSodolophu abakhoyo kunye nooCeba bonke, abasebenzi, abahlali kunye nabemi baloMaspala weAmathole. Somlomo kuyinyhweba ukuma phambi kwalinginginya namhlanje ndikhahlele kwiqhawe neqhawekazi , inkonde nenkondekazi , amaqhawe, amadelakufa esizwe, Umama uSusulu notata uMandela. Ndingaqala phi ke ukuthetha ngomama uSisulu? Xa ndijonga imbali namadabi awalwileyo andinantandabuzo ekubeni eli ibilinina elomeleleyo engqondweni nase mphefumlweni. Ukuba ibingeyomigudu yoomama uSisulu ngesingekho …


Read More